U‐Hosheha 5:4

U‐Hosheha 5:4 XHO1902A

Ababekisi izenzo zabo ukuba babuyele kutixo wabo; ngokuba umoya wemibulo upakati kwabo, noyehova abamazanga.