Lowo ohambayo ngokulungisa, eteta izinto eziyinene; odelayo inzuzo yembandezelo, ovutulula izandla zake ukuba angapati isincwancwaniso, oti vingci indlebe zake ukuba angapulapuli okwegazi, ocimayo amehlo ake ukuba angaboneli ububi; nguye oya kuhlala pezulu: inqaba zamawa zoba yinyango yake; isonka sake wosipiwa; amanzi ake oba eqinisekile.
Funda U‐Yisaya 33
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 33:15-16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo