Waza wati u‐Hezekiya ku‐Yisaya: Lilungile ilizwi LIKAYEHOVA, elo ulitetileyo. Wati kanjako: Ngokuba kuya kubako uxolo nenyaniso emihleni yam.
Funda U‐Yisaya 39
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 39:8
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo