Ndobeka entlango umti wesedare, noweshitime, nowemutele, nomti weoli; ndomisa elubala umti weberoshe, nowetidara, nowetashure kwa kunye: ukuze babone, bazi, bagqale, baqonde kwa kunye, ukuba isandla SIKAYEHOVA sikwenzile oku, nokuba oyingcwele ka‐Sirayeli ukudalile.
Funda U‐Yisaya 41
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 41:19-20
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo