U‐Yisaya 52:13

U‐Yisaya 52:13 XHO1902A

BONA ke, isicaka sam siya kulungiseka; siya kwenzwa sikulu, siya kupakanyiswa, sobekwa pezulu kakulu.