U‐Yisaya 53:7

U‐Yisaya 53:7 XHO1902A

Saxinwa, sabandezelwa, koko singavulanga umlomo waso; sar̔olwa njengemvana isiya ekuxe̔lweni, nanjengokuba igusha ebusweni babaguguli bayo isidenge, kwa njalo asivulanga umlomo waso.