Ngokuba esitsho yena opezulu opakamileyo, ohleli kunapakade, ogama liyingcwele, ukuti: Ndihleli kwepezulu neyingcwele indawo, kwa nalowo omoya ugqobokileyo notobekileyo; ukuba kupiliswe umoya wabatobekileyo, nokuba kupiliswe intliziyo yabagqobokileyo. Ngokuba ndingayi kuba ngunapakade ndipika; kanjalo andiyi kuba ngamaxesha onke ndiqumbile: ngokuba umoya ubuya kucubuka pambi kwam, nemipefumlo endiyenzileyo.
Funda U‐Yisaya 57
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 57:15-16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo