Ukuba uyanqanda unyawo lwako kuyo isabata, ungenzi eyako intando ngawo umhla wam oyingcwele; ukuba uyabiza isabata ngokuti sisiyolo, umhla oyingcwele KAYEHOVA ngokuti ubekekile: uze uwubeke, ungenzi ezako indlela, ungafuni eyako intando, ungateti awako amazwi: uya kwandula ukuziyolisa KUYEHOVA; ndandiya kukukwelisa pezu kwendawo ezipakamileyo zomhlaba, ndikudlise ilifa lika‐Yakobi uyihlo wako: ngokuba umlomo KAYEHOVA utshilo.
Funda U‐Yisaya 58
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 58:13-14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo