Ngokuba mna, olu lucebano lwam nabo, utsho UYEHOVA: umoya wam opezu kwako, namazwi am endiwabekileyo emlonyeni wako, akayi kumka emlonyeni wako, nasemlonyeni wenzalo yako, nasemlonyeni wenzalo yenzalo yako, utsho UYEHOVA, kwa kaloku nje, nakude kube ngunapakade.
Funda U‐Yisaya 59
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 59:21
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo