Incu̔ka nemvana ziya kudlela ndawonye, nengonyama iya kutya inca njengenkabi; kodwa inyoka, utuli lwoba kukudla kwayo; aziyi kwenzakalisa, aziyi kutshabalalisa kanjalo, kuyo yonke intaba yam eyingcwele, utsho UYEHOVA.
Funda U‐Yisaya 65
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 65:25
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo