Incwadi ka‐Yakobi 5
5
1YIZANI kaloku nina zityebi! yenzani isijwili nigulele intsizi zenu eziza kunihlela. 2Ubutyebi benu bubolile, nezivato zenu sezidliwe ngamanundu. 3Igolide yenu nesilivere yenu igxwalile; woti ke umhlwa wazo ube sisinqi̔no ngakuni, uyidle inyama yenu njengomlilo. Nibekele indyebo emihleni yokugqibela. 4Bona ke, umvuzo wabasebenzi abawavunileyo amasimi enu, obandeziweyo nini ngokulumkisa, uyabiza; nezikalo zabavunileyo zingenile ezindlebeni zayo inkosi yemikosi. 5Nipilile kamnandi emhlabeni apa, nahlala ngobuyolo; nizondlile intliziyo zenu njengasemini yokuxe̔la. 6Nigwebile, nibulele olungileyo; akamelani nani.
7Yitini ngoko, bazalwana! nizeke kade kude kufike inkosi. Bona ke, umlimi uyalinda iziqa̔mo ezinqabileyo zomhlaba, ezeka kade pezu kwazo, zide zamkele eyapambili neyasemva imvula. 8Yitini nani nizeke kade; ziqiniseni intliziyo zenu; kuba ukufika kwenkosi sekukufupi.
9Ningaṙoṙelani, bazalwana! ukuze ningagwetywa. Nanku umgwebi emi pambi kwocango. 10Batabateni, bazalwana bam! babe ngumzekelo wokuva ubunzima, nowokuzeka kade, abaprofite abatetileyo ngegama lenkosi. 11Bona ke, siti banetamsanqa abo banyamezelayo. Ukunyamezela kuka‐Jobi nikuvile, nesipelo senkosi nisibonile, ukuba yona inkosi inezibele kakulu, inenceba.
12Kodwa pezu kwento zonke, bazalwana bam! ningafungi; ningafungi izulu, nomhlaba, nesinye isifungo simbi: kodwa u‐ewe wenu makabe ngu‐ewe, no‐hai abe ngu‐hai; ukuze ningeyeli ekugwetyweni.
13Kuko na obuvayo ubunzima pakati kwenu? makatandaze. Kuko na ocwayitileyo? makavume amaculo. 14Kuko na ofayo pakati kwenu? makabizele abadala beṙemente; mabatandaze bona pezu kwake, bemtambisile ngeoli egameni lenkosi: 15wauya kuti umtandazo wokolo umsindise lowo ufayo, iti ke inkosi impakamise; nokuba wenzile izono, uya kuxolelwa. 16Xelelanani iziposo zenu, nitandazelane, ukuze nipiliswe: sinamandla kakulu isikungo solungileyo ekusebenzeni kwaso, 17u‐Elija ebengumntu wemilo efana neyetu, wanyameka ukutandaza ukuba kungani mvula: kwaza akwana mvula emhlabeni lowo yaminyaka mitatu inenyanga zintandatu. 18Ubuye watandaza kanjalo, laza izulu lanika imvula, wati umhlaba wapumisa iziqa̔mo zawo.
19Bazalwana! ukuba umntu pakati kwenu uyalahleka kuyó inyaniso, aze ati omnye amguqule, 20makaqonde ukuba lowo uguqulayo umoni elulahlekweni lwendlela yake, uya kusindisa umpefumlo ekufeni, agubungele isininzi sezono.
Currently Selected:
Incwadi ka‐Yakobi 5: XHO1902A
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.

: