Waye u‐Jefeta wabambisa ngesibambiso kuye UYEHOVA, wati: Ukuba uya kugqibela ukunikela usapo luka‐Hamoni esandleni sam; kuya kwandula ukuti, oko kusukuba kupuma elucangweni lwendlu yam ukuza kundikaulela, ndakubuya ngoxolo kulo usapo luka‐Hamoni, kwoba ko KUKAYEHOVA, ndandiya kukunikela kube lidini lokutshiswa.
Funda Abagwebi 11
Share
Compare All Versions: Abagwebi 11:30-31
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos