Ngako oko, utsho UYEHOVA ukuti: Ukuba uya kubuya, ndiya kwandula ndikubuyise, wauya kuma ebusweni bam; nokuba uya kuku̔pa okudumileyo kuko okudelekileyo, woba njengomlomo wam: mababuyele kuwe bona, kodwa wena akuyi kubuyela kubo.
Funda U‐Jeremiya 15
Share
Compare All Versions: U‐Jeremiya 15:19
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos