Ukuba uya kubuya, Sirayeli! utsho UYEHOVA, buyela kum; nokuba uya kukwelelisa izinto zako ezizondekileyo kwa pambi kwam, akuyi kuba libadubadu. Wauya kufunga ngokuti: Ehleli nje UYEHOVA! ngenyaniso, ngobugwebo, nangobulungisa; zaye izizwe ziya kuti zinetamsanqa kuye, nakuye ziya kuqa̔yisa.
Funda U‐Jeremiya 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Jeremiya 4:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo