U‐Jeremiya 8:7

U‐Jeremiya 8:7 XHO1902A

Kwa iṙaside emazulwini iyazi amaxesha ayo amisiweyo; kanjalo izuba, nenkonjane, nendwe, ziyagcina ixesha lokufika kwazo; kodwa abantu bam abazi isigwebo SIKAYEHOVA.