Ivangeli ka‐Johane 2:1

Ivangeli ka‐Johane 2:1 XHO1902A

KWAZA ngomhla wesitatu kwabako umtshato e‐Kana yase‐Galili; waye unina ka‐Yesu ebekona.