Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

U‐Jobi 24:22-24

U‐Jobi 24:22-24 XHO1902A

Uyasusa abomeleleyo ngamandla ake; akupakama, akuko namnye otembayo ebomini. Uyanikwa ukuba abe sekunqabeni, ayamele kona: kodwa amehlo ake apezu kwendlela zabo. Bayapakanyiswa kube ngumzuzwana, kodwa bahla bangabiko; bayatotywa pantsi; njengabanye bonke bayabutwa; nanjengezikwebu zapezulu bayanqanyulwa.