Kekaloku bona ke, uya kukaula esizalweni sako, uzale unyana, wauya kubiza igama lake ngo— YESU. Lowo woba mkulu, waeya kubizwa ngokuba ngunyana wopezu kwonke: kanjalo INKOSI ENGUTIXO iya kumpa iterone ka‐Davide uyise; waeya kuba ngukumkani pezu kwendlu ka‐Yakobi kude kube ngunapakade; nobukumkani bake abuyi kuba nakupela.
Funda Ivangeli ka‐Luke 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Luke 1:31-33
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo