Ivangeli ka‐Luke 11:9

Ivangeli ka‐Luke 11:9 XHO1902A

Kanjalo nditi mna kuni: Celani, naniya kupiwa; funani, naniya kufumana; qongqotani, naniya kuvulelwa.