Ivangeli ka‐Luke 14:28-30
Ivangeli ka‐Luke 14:28-30 XHO1902A
Ngokuba nguwupina kuni, efuna ukwaka inqaba, ongati tanci ahlale pantsi, abale inani, ukuba unako na okwanele ukuyigqiba? hleze kekuti, akuba ebekile umsekelo wayo, ekohlwa kukufeza nje, bonke ababonelayo baqale ukumhleka, besiti: Lomntu waqala ukwaka, wakohlwa kukufeza ke.