Kwaza kwati, xeshekweni ebesesixekweni esitile, kekaloku bona ke, indoda ezele sisilepero ibikona; eyati yakubona u‐Yesu, yawa ngobuso, yamkunga, isiti: Nkosi! ukuba uyatanda, ungandihlambulula. Waza wasolula isandla, wayicu̔kumisa, esitsho ukuti: Ndiyatanda; hlambuluka. Sati ke kwa oko semka kuyo isilepero sayo.
Funda Ivangeli ka‐Luke 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Luke 5:12-13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo