Waza wapendula u‐Simone wati kuye: Nkosi! ngobubusuku bonke sisebenzile singabambanga nto; kodwa ngelizwi lako ndiya kuhlisa utambo. Bati bakwenje njalo, bavingcela ndawonye into eninzi kakulu yentlanzi; lwafun’ ukuqauka ke utambo lwabo.
Funda Ivangeli ka‐Luke 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Luke 5:5-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo