Ongunyana uyambeka uyise, nosisicaka inkosi yake: ukuba ke ndinguyise, kupina ukubekwa kwam? nokuba ndiyinkosi, kupina ukwoyikwa kwam? utsho UYEHOVA wemikosi kuni, baperisite, abadelayo igama lam! Niti noko: Igama lako silidelile ngokuyinina?
Funda U‐Malaki 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Malaki 1:6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo