Boba yinto enqabileyo kum, utsho UYEHOVA wemikosi, ngalomhla endiwenzayo; ndandiya kuba nezibele kubo, njengokuba uyise enezibele kunyana wake omkonzayo. Niya kwandula nibuye niqiqe pakati kwolungileyo nokohlakeleyo, pakati kwalowo umkonzayo UTIXO, nalowo ungamkonziyo.
Funda U‐Malaki 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Malaki 3:17-18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo