Wati kubo: Kodwa ngubanina eniti nina ndinguye? Wapendula u‐Simone Petrosi wati: Wena unguye u‐Kristu, unyana KATIXO ohleliyo.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 16
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 16:15-16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo