Ivangeli ka‐Mateyu 24:7-8

Ivangeli ka‐Mateyu 24:7-8 XHO1902A

Ngokuba uhlanga luya kuvukela uhlanga, nobukumkani buya kuvukela ubukumkani; zaziya kubako indlala, nezifo ezibubisayo, nezingcangcazelo zomhlaba ngendawo ngendawo. Zonke ezizinto ke zisisiqalo senimba.