Oko niya kunikelwa ekubandezelweni, nibulawe nokubulawa; naniya kutiywa zintlanga zonke ngenxa yegama lam. Kanjalo oko baya kuxakaniswa abaninzi, bangcatshane, batiyane. Baye abaprofite ababuxoki abaninzi beya kuvuka, balahlekise abantu abaninzi.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 24
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 24:9-11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo