Baza bahlanganisana nabadala, bati bakuba becebisene, bawapa imali eninzi amasodati lawo, besiti: Yitshoni ukuti: Abadisipile bake beza ebusuku, bamba̔ xa sileleyo. Sasiya kuti xeshekweni kubikwa oku ebusweni benkosi, sitomalalise yona, sinenze ningabi nangozi nina. Aza atabata lomali, enza njengokuba ebefundiswa: saye isiteto esi sivakaliswa ema‐Judeni kwada kwanamhla nje.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 28
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 28:12-15
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo