Nina nilukanyiso lwelizwe; isixeko esimiyo pezu kwentaba asingefihleke. Kanjako abantu abasibaneki isibane, basibeke pantsi kwento yokulinganisa, koko basibeka pezu kwekandelare, size sikanyele bonke abasendlwini. Kwa njalo makukanye ukukanya kwenu pambi kwabantu, ukuze babone imisebenzi yenu elungileyo, badumise UYIHLO osezulwini.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 5:14-16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo