Ivangeli ka‐Mateyu 7:7-8
Ivangeli ka‐Mateyu 7:7-8 XHO1902A
Celani, naniya kupiwa; funani, naniya kufumana: qongqotani, naniya kuvulelwa. Ngokuba bonke abacelayo besamkela, nofunayo uyafumana, noqongqotayo uya kuvulelwa.