U‐Nehemiya 4:6

U‐Nehemiya 4:6 XHO1902A

Saza salwaka udonga; kwaye kubandakanywa udonga lwonke kwada kwasisiqingata sobude balo: ngokuba abantu bebenentliziyo yokusebenza.