Wayesiti u‐Nehemiya, oyinkosi enkulu, no‐Ezera umperisite, umba̔li, naba‐Levi abafundisayo abantu, kubo bonke abantu: Lemini ingcwele KUYEHOVA, UTIXO wenu; ningabi lusizi, ningalili nokulila. Ngokuba bonke abantu bebelila, nxa bevayo amazwi omteto.
Funda U‐Nehemiya 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Nehemiya 8:9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo