Kodwa noko, ndihleli nje mna, kwozaliswa bubungcwalisa BUKAYEHOVA umhlaba wonke. Ngokuba onke lomadoda abonileyo ubungcwalisa bam, nemiqondiso yam, endibe ndiyenza e‐Jipete nasentlango apa, endilingile elishumi lamaxesha, engapulapulanga ilizwi lam; ngenyaniso akasayi kubona elozwe ndibafungele oyise bawo ngalo; kanjako bonke abandidelileyo abasayi kulibona.
Funda Imibalo 14
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Imibalo 14:21-23
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo