Mna, bona ke, ndibatabatile aba‐Levi kwa pakati kwosapo luka‐Sirayeli, esikundleni sawo onke amazibulo ekuzityulwa ngawo pakati kwosapo luka‐Sirayeli; ngako aba‐Levi boba ngabam: ngokuba onke amazibulo engawam: umhla ndandibeta onke amazibulo ezweni le‐Jipete ngawo, ndawangcwalisa kum onke amazibulo kwa‐Sirayeli, awabantu nawezilo; oba ngawam: mna ndi NGUYEHOVA.
Funda Imibalo 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Imibalo 3:12-13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo