Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 2:9-11

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 2:9-11 XHO1902A

Ngako oko kanjalo UTIXO wampakamisa kakulu, wampa igama elipezulu kuwo onke amagama; ukuze egameni lika‐Yesu kutobe onke amadolo, awezinto zasezulwini, nawezasemhlabeni, nawezapantsi kwomhlaba; nokuba zonke ilwimi zivume ukuba u‐Yesu Kristu u YINKOSI, kube kukudunyiswa KUKATIXO uyise.