Kodwa indlela yabalungileyo injengokukanya okukazimlayo, okumana kukanya kude kube semini efezekileyo. Indlela yabakohlakeleyo injengesitokotoko; abazi into abaya kuku̔beka pezu kwayo.
Funda Imizekeliso 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Imizekeliso 4:18-19
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo