Amaculo 100
100
ICULO C.
Iculo lokubulela.
1DANDULUKANI kuyehova, mhlaba wonke! 2Konzani uyehova ngokuvuya, nize ebusweni bake ngokugcoba. 3Yazini ukuba uyehova ungutixo; nguye owasenzayo, asi siti tina; singabantu bake, nezimvu zesidlelo sake. 4Ngenani emasangweni ake ngombulelo, nasemakusini ake ngomdumiso: bulelani kuye, nibonge igama lake. 5Ngokuba elungile uyehova; ububele bake bungunapakade; nenyaniso yake yeyesizukulwana ngesizukulwana.
Currently Selected:
Amaculo 100: XHO1902A
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.

: