Amaculo 114
114
ICULO CXIV.
1NXA u‐Sirayeli wapuma e‐Jipete, indlu ka‐Yakobi ebantwini abakuteta kokwasemzini; 2u‐Juda waba yindawo yake eyingcwele, u‐Sirayeli waba yeyobukosi bake.
3Ulwandle lwabona, lwabaleka; i‐Yoredane yajika ngomva. 4Intaba zatsiba njengenkunzi zegusha, nenduli njengamaxwana.
5Ubunanina, lwandlendini! ukuba wabubaleka? wena, Yoredane! ukuba wabujika ngomva? 6nina zintaba! ukuba nanitsiba njengenkunzi zegusha? nani zinduli! ukuba nanitsiba njengamaxwana?
7Ngcangcazela, wena mhlaba! ebusweni benkosi, ebusweni botixo ka‐Yakobi; 8owaguqula ilitye libe licibi lamanzi, nelitye elilukuni libe ngumtombo wamanzi.
Currently Selected:
Amaculo 114: XHO1902A
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.

: