Amaculo 123

123
ICULO CXXIII.
Iculo lezinyuko.
1NDIPAKAMISELE kuwe amehlo am, wena uhleliyo ezulwini! 2Bona ke, njengamehlo ezicaka ngasesandleni senkosi zazo, nanjengamehlo esicakakazi ngasesandleni senkosikazi yaso, anjalo amehlo etu ngakuye uyehova, utixo wetu, ade abe nofefe pezu kwetu. 3Yiba nofefe kuti, Yehova! yiba nofefe kuti: ngokuba sikolisile kakulu ukudelwa. 4Umpefumlo wetu ukolisile kakulu ukuhlekwa ngabo bangenakukatala, nokudelwa ngabo baner̔atshi.

Ekhethiweyo ngoku:

Amaculo 123: XHO1902A

Qaqambisa

Yabelana

Kopa

None

Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena