Amaculo 126
126
ICULO CXXVI.
Iculo lezinyuko.
1NXA uyehova ebebuyisa ukutinjwa kwe‐Ziyone, besinjengabo bapupayo. 2Wandula umlomo wetu wazala kuhleka, nolwimi lwetu lwazala kugcoba: bandula bati pakati kwabaheyideni: Uyehova ubenzele into ezinkulu. 3Uyehova usenzele into ezinkulu; singabavuyayo ngoko.
4Buyisa ukutinjwa kwetu, Yehova! njengemilanjana esesuyide. 5Abo bahlwayelayo ngenyembezi, baya kuvuna ngomgcobo. 6Opumayo ehamba elila, etwele intlwayelelo yembewu, wobuya eze ngokugcoba, etwele izitungu zake.
Currently Selected:
Amaculo 126: XHO1902A
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.

: