Amaculo 137
137
ICULO CXXXVII.
1NGASEMILANJENI yase‐Babilone, kwa lapo sahlala pantsi ke, salila nokulila, sakukumbula i‐Ziyone. 2Ikinore zetu sazixo̔ma pezu kweminculuba pakati kwayo. 3Ngokuba kwa lapo abo basitimbileyo babiza kuti amazwi eculo; nabo basipangileyo babiza kuti umgcobo, besiti: Sivumeleni kwamaculo ase‐Ziyone.
4Soti nina ukuvuma iculo likayehova ezweni lasemzini? 5Nxa ndikulibalayo, Yerusaleme! masilibale isandla sam soknnene. 6Nxa ndingakukumbuliyo, ulwimi lwam maluti nama ekuhlangubo lam; nxa i‐Yerusaleme ndingayibeki pezulu ekuvuyeni kwam.
7Kumbula, Yehova! onyana baka‐Edome emhleni we‐Yerusaleme; abati: Hlubani, hlubani, kude kube sekusekweni kwayo. 8Wena ntombi yase‐Babilone, oza kucitakaliswa! woba netamsanqa opindezela kuwe ukwenza kwako owabukwenza kuti. 9Woba netamsanqa ozibamba intsana zako azityumze ngasematyeni.
Currently Selected:
Amaculo 137: XHO1902A
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.

: