Amaculo 143:8

Amaculo 143:8 XHO1902A

Ndivise ububele bako kwa kusasa; ngokuba nditembele kuwe: ndazise indlela endiya kuhamba ngayo; ngokuba ndipakamisele kuwe umpefumlo wam.