Ndibizile kuwe, ngokuba uya kundipendula, TIXO! tobela kum indlebe yako, uve ukuteta kwam. Yenza izibele zako zibe ngummangaliso, wena ubasindisayo abatembela kuwe kwabo bavukayo ngakwesandla sako sokunene!
Funda Amaculo 17
Share
Compare All Versions: Amaculo 17:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos