Amaculo 26
26
ICULO XXVI.
Elika‐Davide.
1NDIGWEBELE, Yehova! ngokuba ndihambile ngokunyanisa kwam: nditembele kuyehova, andiyi kutyibilika. 2Ndilinge, Yehova! undivavanye; cokisa izintso zam nentliziyo yam.
3Ngokuba ububele bako bupambi kwamehlo am: ndihambile nokuhamba enyanisweni yako. 4Andihlalanga nabantu abangendawo; andiyi kungena nabo bahanahanisayo. 5Nditiyile intlanganiso yabenzi bokungalungileyo; andiyi kuhlala nabakohlakeleyo. 6Ndohlamba izandla zam kokungenatyala; kukona ndiya kupahla isibingelo sako, Yehova! 7ndize ndivakalise ngelizwi lokubulela, ndishumayele yonke imimangaliso yako. 8Yehova! nditandile intlalo yendlu yako, nendawo yokuhlala kwobungcwalisa bako.
9Ungabuti umpefumlo wam ndawonye naboni, nobomi bam ndawonye nabantu begazi; 10ekuko ubumenemene ezandleni zabo, nesokunene sabo sizele ngesincwancwaniso. 11Kodwa mna ndohamba ngokunyanisa kwam: ndikulule, ube nofefe kum. 12Unyawo lwam lumi endaweni elungeleleneyo: ndobonga uyehova ezintlanganisweni.
Currently Selected:
Amaculo 26: XHO1902A
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.

: