Amaculo 69:13

Amaculo 69:13 XHO1902A

Kodwa mna, ukutandaza kwam kukuwe, YEHOVA! ngexesha elikolekileyo: TIXO! ngobuninzi bobubele bako ndipendule, ngenyaniso yosindiso lwako.