Isityilo sika‐Johane 13:18

Isityilo sika‐Johane 13:18 XHO1902A

Nabu ke ubulumko. Lowo unokuqonda makabale lona inani ler̔amnco: ngokuba lilinani lomntu; kekaloku inani lalo lingamakulu matandatu anamashumi matandatu anesitandatu.