Isityilo sika‐Johane 17:1

Isityilo sika‐Johane 17:1 XHO1902A

YAZA enye kuzo ingelosi ezisixe̔nxe ezibe zinazo ifiyali ezo zisixe̔nxe yeza yateta nam, isiti kum: Yiza apa; ndokubonisa ukugwetywa kwompinyiswa omkulu ohleli pezu kwawo amanzi amaninzi