Kekaloku kulowo unamandla okuniqinisa njengokwevangeli yam nokushunyayelwa kuka‐Yesu Kristu, njengokwokutyilwa kwemfihlakalo, ebitiwe cwaka emaxesheni akudala, ete kodwa yabonakaliswa kaloku nje, yaziswa ngazo iziba̔lo zabaprofite, njengokwomyolelo wake UTIXO ongunapakade, kuzo zonke intlanga kube kukuva kwokolo: KUTIXO okupela kwolumkileyo, ngaye u‐Yesu Kristu, okuye makubeko ubungcwalisa kude kube ngunapakade. Amene.
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 16
Share
Compare All Versions: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 16:25-27
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos