Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 1:15

Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 1:15 XHO1902A

Kubo abacocekileyo zonke izinto zicocekile: kodwa kubo abanco̔lisekileyo nabangakolwayo akuko nto ecocekileyo; koko kunco̔lisekile kwa noluvo lwabo nesazeliso sabo.