Koko ndiya kugalela pezu kwendlu ka‐Davide, napezu kwabemi base‐Yerusaleme, umoya wofefe nowezitaṙnziso, babeya kukangela kum, lowo bamhlabileyo, benze isijwili pezu kwake, njengesijwili esenzelwa okupela kwomntwana, babe nobuṙaṙa ngenxa yake, njengokuba kunobuṙaṙa ngenxa yowamazibulo.
Funda U‐Zekariya 12
Share
Compare All Versions: U‐Zekariya 12:10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos